Ukulondolozwa nguwe dumi mkoksta d lyrics

Get lyrics of Ukulondolozwa nguwe dumi mkoksta d song you love. List contains Ukulondolozwa nguwe dumi mkoksta d song lyrics of older one songs and hot new releases. Get known every word of your favorite song or start your own karaoke party tonight :-).


Mangcondes Gospel Singers - Yesu Wena Ungumhlobo Lyrics ...
Uncede le ntliziyo Themba limbi andinalo Endingabamba lona Nqaba yimbi andinayo Endingangena kuyo Ndizibika kuWe nkosi Ndiyintw' engenamhlobo Ndithembela kumsebenzi Wothando lwakho lodwa NguWe wedwa ongumthombo Umthombo wab' ubomi Apho bangahlamba khona Abangabooni bonke Hlamba le ntliziyo yami Uyenze ngcwele yona Yilungise, yicokise Uyenze msulwa yona
Betusile - Zundithwale Lyrics
Lyrics for Zundithwale by Betusile. Zundithwale nakaloku Ngezo ngalo zobubele Zundithwale nakaloku Ngezo ngalo zobubele Send...
Betusile - I Thamsanqa Lyrics
Lyrics for I Thamsanqa by Betusile. Ithamsanqa elikhulu, Ithamsanqa elezulu; Likho kothembayo kuWe, Ngokuba ethandwa nguWe Ithamsanqa elikhulu, Ithamsanqa elezulu; Likho kothembayo kuWe, Ngokuba ethandwa nguWe Ithamsanqa elikhulu, Ithamsanqa elezulu; Likho kothembayo kuWe, Ngokuba ethandwa nguWe Ithamsanqa elikhulu, Ithamsanqa elezulu; Likho kothembayo kuWe, Ngokuba ethandwa nguWe Ngokuba ...
Found 3 lyrics.

Recent lyrics

neto
2002