Ndikhule eBlawa ndikhule ndingamazi uTata
UmaKhulu wami ndikhule ndimubiz′ UMama,
Undikhulisile uMama, ewe undifundisile uMama,
Ndigeza endibetha ngezandla, undilungisile uMama,
Zange ndalibona uthando olunjeeee njenge lakho Mamthembu abantu bendibona mna ndinjeee, luthando lakho Mamthembu,
Ndikhule ndikufundela Mama ndisithi ndizakubulela Mama ndisithi ndizaku culela Mama
IZulu kodwa lakhetha ukukuthatha.
So ndiyacela Yesu uzumngcine uMama xe ehleli nawe uzum′dlalele ingoma ezimnandi.
Ndiyakucela Bawo Uzumgcine Umama,
Xe ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi,
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom′ ezimnandi,
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi,
(Uma) umamThembu uthand′ ingoma ezimnandi.
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom′ ezimnandi,
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi,
(Uma) umamThembu uthand' ingoma ezimnandi.
Bathi akuncedi ukhala nangona iqhawe lam limkile ndicela nivul′ icilongo,
Okanye lama culo ase wisile,
Ebehamba eAssembles of God (God) ebeyithand′ icawa (icawa)
Ebemthand' UYesu and ebeyithandi iNyama,
Ebene sitoro sakhe afihla kuso ilekese (ilekese)
Xa ′ndibona ba andikho right eb'sweni athi boy hambo thath′ ilekese ndiyathemba iZulu limamkele izono zakhe zixolelwe
Ndicel′ uzibeke kum zonke Nkosi.
Ndiyaceka Yesu uzumngcine uMama xe ehleli nawe uzum'dlalele ingoma ezimnandi.
Ndiyakucela Bawo Uzumgcine Umama,
Xe ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi,
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom′ ezimnandi,
(Uzum) mdlalele ingom′ ezimnandi,
(Uma) umamThembu uthand' ingoma ezimnandi.
(Uzum) mdlalele ingom′ ezimnandi